Emini Nesebusuku Lyrics by ZU.


Come along, sing my song
Mna ndilangazelela ukuthetha nawe
Yehlis uvalo uthwal uthando Iwam
Let yourself fall, zinikezele kum
Mna ndilangazelela ukuthetha nawe
Yehlis’ uvalo uthwal uthando Iwam

There’s something special here
There’s something special here
Ndiz’bhaqa ndikucinga
Emini nasebusuku nd’bamba bambe baby

Ndbamb ungandiyeki
Ndiz’bhaqa ndikucinga
Emini nasebusuku nd’bamba bambe baby
Nd’bamb ungandiyeki ndiz’bhaqa ndikucinga
Emini nasebusuku

Mmm I’m gonnna give, I’m gonna give my all
I’m gonna let, let myself fall
Kukh’into eFamiliar about your love
And if this is all we have then this is enough
I’m goona, I’m gonna let myself fall
Give it my all Ndizbhaqa
Ndikucinga emini nasebusuku

There’s something special here
There’s something special here
Ndiz’bhaqa ndikucinga emini
Nasebusuku nd’bamba bambe baby, ndbamb ungandiyeki
Ndiz’bhaqa ndikucinga, emini nasebusuku
Nd’bamba bambe baby, nd’bamb ungandiyeki
Ndiz’bhaqa ndikucinga
Emini nasebusuku


About Emini Nesebusuku

Album : Ndim Netshomi Zam (EP)
Release Year : 2021
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
Published : May 23 , 2021

More lyrics from Ndim Netshomi Zam (EP) album

More ZU. Lyrics

ZU.
ZU.

Comments ( 0 )

No Comment yet

See also



You May also Like



Get Afrika Lyrics Mobile App

About AfrikaLyrics 

Afrika Lyrics is the most diverse collection of African song lyrics and translations. Afrika Lyrics provides music lyrics from over 30 African countries and lyrics translations from over 10 African Languages into English and French

Follow Afrika Lyrics

© 2021, We Tell Africa Group Sarl