Camagu Lyrics by ZU.


Ndibulelea kuni, Ndibulela Kuni
ooHlathi abahle
Ndibulelea kuni, Ndibulela Kuni
emabheleni
Ndibulela kooMaMiya nasemaQomeni
Ndin’bulela nonke

Sihamba nje sihamba nani
Nemithandazo yoomakhulu bethu
ngaphandle kwenu singa hini?
Singa hin? (ey)

Sanu’libala
Ninga lahl’ amasiko
Vuka mntomnyama
Fez’ amaphupho akho
Siyacamagusha, sibulela koo makhulu bethu
Thina siyacamagusha, sisilela oomaakhulu
Bethu sithi vumani bo

Khanya, uyiminqweno yoo makhulu bakho
Thandaza Sithi vumani bo
Sithi vumani bo

Siyacamagusha, sibulela koo makhulu
Bethu(ukuba kukho, kwabangasekhoyo)
Thina siyacamagusha, sisilela oomaakhulu
Bethu (abangonwabanga)
Sithi vumani bo (lalani ngoxolo)

Sihamba nje sihamba nani
Nemithandazo yoomakhulu bethu
ngaphandle kwenu singa hini?
Singa hin? (ey)

Ukuba kukho, kwabangasekhoyo
Abangonwabanga
lalani ngoxolo


About Camagu

Album : Ndim Netshomi Zam (EP)
Release Year : 2021
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
Published : May 23 , 2021

More lyrics from Ndim Netshomi Zam (EP) album

More ZU. Lyrics

ZU.

Comments ( 0 )

No Comment yet

See also



You May also Like



Get Afrika Lyrics Mobile App

About AfrikaLyrics 

Afrika Lyrics is the most diverse collection of African song lyrics and translations. Afrika Lyrics provides music lyrics from over 30 African countries and lyrics translations from over 10 African Languages into English and French

Follow Afrika Lyrics

© 2021, We Tell Africa Group Sarl