ZAHARA Ntak' Encinane cover image

Ntak' Encinane Lyrics

Ntak' Encinane Lyrics by ZAHARA


Ntakana ntyilo ntyilo ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?
Ntakana ntyilo ntyilo ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?
Ntakana ntyilo ntyilo ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?
Ntakana ntyilo ntyilo ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?

Zanga ndayibona intak' encinane
Iphethe ntoni ngomlomo?
Zanga ndayibona intak' encinane
Iphethe ntoni ngomlomo?

Ntakana ntyilo ntyilo ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?
Ntakana ntyilo ntyilo ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?
Babebuzana bebona wen umncinci kangaka
Uphethe ntoni ngomlomo?

Ilant' obuyicinga (ilant' obuyicinga)
Ilant' obuyicinga (ilant' obuyicinga)
Ilant' obuyicinga (ilant' obuyicinga)
Ilant' obuyicinga (ilant' obuyicinga)
(Ilant' obuyicinga)

Ntakana ntyilo ntyilo ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?
Ntakana ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?

Zanga ndayibona intak' encinane
Iphethe ntoni ngomlomo
Zanga ndayibona intak' encinane
Iphethe ntoni ngomlomo

Hiiii hiii hiii
Hiiii hiii hiii

Ilant' obuyicinga (ilant' obuyicinga)
Ilant' obuyicinga (ilant' obuyicinga)
Ilant' obuyicinga (ilant' obuyicinga)
Ilant' obuyicinga (ilant' obuyicinga)
(Ilant' obuyicinga)

Ntakana ntyilo ntyilo ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?
Ntakana ntyilo
Uphethe ntoni ngomlomo?

Zanga ndayibona intak eninane
Iphethe ntoni ngomlomo?
Zanga ndayibona intak eninane
Iphethe ntoni ngomlomo?

Hiiii hiii hiii
Hiiii hiii hiii
Hiiii hiii hiii
Hiiii hiii hiii

Watch Video


About Ntak' Encinane

Album : Nqaba Yam (Album)
Release Year : 2021
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
Published : Sep 19 , 2021

More ZAHARA Lyrics

ZAHARA
ZAHARA
ZAHARA
ZAHARA

Comments ( 0 )

No Comment yet



About AfrikaLyrics

Afrika Lyrics is the most diverse collection of African song lyrics and translations. Afrika Lyrics provides music lyrics from over 30 African countries and lyrics translations from over 10 African Languages into English and French

Follow Afrika Lyrics

© 2022, We Tell Africa Group Sarl