ZAHARA Sinda Mphefumlo cover image

Sinda Mphefumlo Lyrics

Sinda Mphefumlo Lyrics by ZAHARA


Zange ndoyika njengangoku
Zange ndatywarha njengangoku
Zange ndaziva ndililolo apha njengangoku

Sinda Mphefumlo sinda
Sinda Mphefumlo sinda

Zindongamele izigigaba ngamandla
Zindiflathele iincango ngamandla

Sinda Mphefumlo sinda
Sinda Mphefumlo sinda

Ndithethelele moya fika, konakele!
Ndithethelele moya fika, konakele!

Sinda Mphefumlo sinda
Sinda Mphefumlo sinda
Ndonakele
Sinda Mphefumlo sinda
Sinda Mphefumlo sinda

Zange ndaziva ndililolo apha njengangoku
Zindangamele izigigaba ngamandla
Zindiflathele iincango ngamandla

Sinda!
Sinda Mphefumlo sinda
Sinda!
Sinda Mphefumlo sinda
Sinda!
Sinda Mphefumlo sinda
Sinda!
Sinda Mphefumlo sinda
Sinda!
Sinda Mphefumlo sinda
Mmm

Sinda Mphefumlo sinda
Sinda Mphefumlo sinda

Ngoba zange ndoyika njengangoku
Zange ndatywarha njengangoku
Kodwa ndithi

Sinda Mphefumlo sinda
Sinda Mphefumlo sinda
Sinda Mphefumlo sinda
Sinda

Kelxfy

About Sinda Mphefumlo

Album : Nqaba Yam (Album)
Release Year : 2021
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
Published : Sep 19 , 2021

More ZAHARA Lyrics

ZAHARA
ZAHARA
ZAHARA
ZAHARA

Comments ( 0 )

No Comment yet



About AfrikaLyrics

Afrika Lyrics is the most diverse collection of African song lyrics and translations. Afrika Lyrics provides music lyrics from over 30 African countries and lyrics translations from over 10 African Languages into English and French

Follow Afrika Lyrics

© 2022, We Tell Africa Group Sarl