ZAHARA Izolo cover image

Izolo Lyrics

Izolo Lyrics by ZAHARA


Okwayizolo okwayizolo
Ndilapha ngoku
Okwayizolo kowayizolo
Ndilapha ngoku

Qhaqha Ntliziyo, khona amagqubu
Kungqungquthelwene ngentliziyo yam
Ndigqithe ndagqiba ndaqala ndaqonda
Sixabanile izolo mmm
Ndinengxubakaxaka
Ndixakane nesisixakamlomo
Ndifunyenwe we
Intliziyo yam ixakene nam
Sixabanile izolo oh yo

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Ngoku ndixolile

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Kodwa ndik'xolele

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Ngoku ndixolile

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Kodwa ndik'xolele

Umoya wam awuvumi ndibamb' amagqubu
Uyintsikelelo kum kalokhu
Ungusakhe sakheke masibambane
Ingomso lelethu

Bendinengxubakaxaka
Ndixakane nesisixakamlomo
Ndifunyenwe we
Intliziyo yam ixakene nam
Ndizakhoba ndixakeke ngawe

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Ngoku ndixolile

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Kodwa ndik'xolele

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Ngoku ndixolile

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Kodwa ndik'xolele

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Ngoku ndixolile

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Ngoku ndixolile

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Ngoku ndixolile

Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Sixabanile izolo
Kodwa ndik'xolele

Kelxfy

About Izolo

Album : Nqaba Yam (Album)
Release Year : 2021
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
Published : Sep 19 , 2021

More ZAHARA Lyrics

ZAHARA
ZAHARA
ZAHARA

Comments ( 0 )

No Comment yet


Kelxfy

About AfrikaLyrics

Afrika Lyrics is the most diverse collection of African song lyrics and translations. Afrika Lyrics provides music lyrics from over 30 African countries and lyrics translations from over 10 African Languages into English and French

Follow Afrika Lyrics

© 2022, We Tell Africa Group Sarl