Ungandibulali Lyrics by BERITA

Ndicela ungandibulali
Ndicela ungandidl wenguli
Ndicela ungandibulali
Ndicela ungandidl wenguli

Bekumele ndivikelwa nguwe
Bekumele ndithandwa nguwe
Bekumele ndikhuselwa nguwe
Kobubi
Bekumele ndivikelwa nguwe
Bekumele ndisizelwa nguwe
Bekumele ukuba ndincedwa nguwe nje
Bobhuti sihloniphe abomama bethu
Bo tata sikhusele abodade bethu
Bo bhuti hayini sivikele izingane
Sinakekele izithandwa zethu
Sikhalela kini
Bobhuti sihloniphe abomama bethu
Bo tata sikhusele abodade bethu
Bo bhuti hayini sivikele izingane
Sinakekele izithandwa zethu
Sinakekele bo

Ndivele ndibethelwe luvalo
Ndiskendoyika
Ndinalemibuzo kuwe
Uthi mandithini xakunjena
Uthi mandenzeni na
Ziyakuthini isizwe
Zithini izihlobo
Bathini abazali
Ithini inzala yethu
Uyazi andinawo Amandla
Khulisa amakhwenkwe abengamadoda
Ahlonipha abafazi, nabantu bengubo
Angabahlukumezi abanakekele
Nabo ngabantu banamalungelo

Bekumele ndivikel wa nguwe
Bekumele ndithandwa nguwe
Bekumele ndikhusel wa nguwe
Kobubi
Bekumele ndil welwa nguwe
Bekumele ndisizelwa nguwe
Bekumele ukuba ndincedwa nguwe nje
Bobhuti sihloniphe abomama bethu
Bo tata sikhusele abodade bethu
Bo bhuti hayini sivikele izingane
Sinakekele izithandwa zethu
Sikhalela kini
Bobhuti sihloniphe abomama bethu
Bo tata sikhusele abodade bethu
Bo bhuti hayini sivikele izingane
Sinakekele izithandwa zethu
Sinakekele bo

Bobhuti
Bo tata
Bobhuti  hayini
Bobhuti
Bo tata
Bobhuti  kwanele bo, kwanele bo

Watch Video

About Ungandibulali

Album : Ungandibulali (Single)
Release Year : 2020
Added By : Farida
Published : Nov 25 , 2020

More BERITA Lyrics

BERITA
BERITA
BERITA
BERITA

Comments ( 0 )

No Comment yet

See also



You May also Like



Get Afrika Lyrics Mobile App

About AfrikaLyrics 

Afrika Lyrics is the most diverse collection of African song lyrics and translations. Afrika Lyrics provides music lyrics from over 30 African countries and lyrics translations from over 10 African Languages into English and French

Follow Afrika Lyrics

© 2021, New Africa Media Sarl