Bawo Lyrics by ZAKES BANTWINI


Oko ndikhala, and’thuthuzeleki ma 
Khumbul’elam’ ikhaya, mas’buyelen’ ekhaya 
Okondiya, ndisihla ndinyuk’ intaba 
Andisay’bon’ indlela, ngembe siz’val’ amehlo
Oko ndikhala, and’thuthuzeleki ma 
Khumbul’elam’ ikhaya, mas’buyelen’ ekhaya 
Okondiya, ndisihla ndinyuk’ intaba 
Andisay’bon’ indlela, ngembe siz’val’ amehlo
Ooooohhhhh

Khawund’khanyisele, ndisenal’ ithemba
ntlungu zam zok’phela
Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela ndisenal’ ithemba
Ntlungu zam zok’phela 
Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela ndisenal’ ithemba
Ntlungu zam zok’phela 
Mawu ndikhanyisela, Mawu ndikhanyisela 
Mawu ndikhanyisela, Mawu ndikhanyisela Khanyisela,
Khanyisela, ndisnal’inthemba ntlungu zam zok’phela
Mawu ndikhanyisela

Mawu ndikhanyisela ndisenal’ ithemba
Ntlungu zam zok’phela Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela ndisenal’ ithemba
Ntlungu zam zok’phela Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela Mawu ndikhanyisela

Siyabonga, Umusa wakho Kulempilo, enameva 
Sinamaphuph’ Amaningi Sinezinking’ Eziningi
Scel’ us’bonis’ indlela, ey’ empumelelweni 
Mabes’bona, abas’thandayoooooo
Kodw’ abantu abas’ zondayooooo 
Mabes’bona si jabule, mabes’ bona sinemali 
Nkosi cel’ ubaxolele
Uzubakhokhele bawoo ooh
Khawund’khanyisele, ndisenal’ ithemba
Ntlungu zam zok’phela

Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela ndisenal’ ithemba
Ntlungu zam zok’phela Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela ndisenal’ ithemba
Ntlungu zam zok’phela Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela Khanyisela,
Khanyisela, ndisnal’inthemba ntlungu zam zok’phela

Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela ndisenal’ ithemba
Ntlungu zam zok’phela Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela ndisenal’ ithemba
Ntlungu zam zok’phela
Mawu ndikhanyisela, Mawu ndikhanyisela
Mawu ndikhanyisela, Mawu ndikhanyisela 
Mawu ndikhanyisela ooh


About Bawo

Album : Ghetto King (Album)
Release Year : 2021
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
Published : Dec 10 , 2021

More lyrics from Ghetto King album

More ZAKES BANTWINI Lyrics

ZAKES BANTWINI
ZAKES BANTWINI
ZAKES BANTWINI
ZAKES BANTWINI

Comments ( 0 )

No Comment yet


Kelxfy

About AfrikaLyrics

Afrika Lyrics is the most diverse collection of African song lyrics and translations. Afrika Lyrics provides music lyrics from over 30 African countries and lyrics translations from over 10 African Languages into English and French

Follow Afrika Lyrics

© 2022, We Tell Africa Group Sarl