Ndiyolwa Lyrics by SNYMAAN

Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Mayibizwe ingoma
mayibhotywe imbola
Maziwe indonga
Mayibizwe ingoma

Elijah MaSabatha
Bathi siyabathakatha
Bakhusele moy’ongcwele ubashiya njani na?
Ndiyaqaqamba
Ndingena ngentlantsi yomlilo nditshis’ematheni
Ndiyaqaqamba
Ndingena embokweni ndivuthe ndinishisye emlotheni
Ndiyaqaqamba
Ndingena ngentlantsi yomlilo nditshis’ematheni
Ndiyaqaqamba
Ndingena embokweni ndivuthe ndinishisye emlotheni
Ndiyaqaqamba ndithemb’uvile
Angeke ndiphinde okwesithathu
Ndiyacela andifuni sizathu
Ndiyaqaqamba ndithemb’uvile
Angeke ndiphinde okwesithathu
Ndiyacela andifuni sizathu

Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Kutywatyushwa intonga
Akukho ndoda enye ekhuzayo kunzima kukhala amaquza
Konyuka amahlombe
Ndibona kunzima koontemekwane
Yikhombe ngentonga
Indoda eculayo yinike iyhuba lokuthetha
Ndibabamba ngenkolo
Oodade bekhuza Snymaan!
Qabela amtyholo
Ndibetha iqakala ndilandela ngehlombe
Gxuma gxuma ungalimala lihlombe
Igoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Iinkosi zindibiza inkokheli
Ndifana notata uManeli
Ndiphumelele idabi ndihamba neenkozo

Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Namhlanje ndiyolwa
Ngoku likum icekwa
Ndime ngenqayi elangeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni
Ingoma ndiyithatha emoyeni
Amandla ndiwathatha embokweni

Watch Video

About Ndiyolwa

Album : Ndiyolwa (Single)
Release Year : 2021
Copyright : (c) 2021 Ambitiouz Entertainment.
Added By : Huntyr Kelx
Published : Apr 16 , 2021

More SNYMAAN Lyrics

SNYMAAN

Comments ( 0 )

No Comment yet

See also



You May also Like



Get Afrika Lyrics Mobile App

About AfrikaLyrics 

Afrika Lyrics is the most diverse collection of African song lyrics and translations. Afrika Lyrics provides music lyrics from over 30 African countries and lyrics translations from over 10 African Languages into English and French

Follow Afrika Lyrics

© 2021, New Africa Media Sarl