Banomoya by PRINCE KAYBEE Lyrics

Kuthi huuu

Zonk' ezam xaz'buy' uzoz'bona
Banomoya
Xa be vela (Kuthi huuu)
Uzokholwa
Bayaz'thengela nechampagne
Bazoz'khupela nelobola

Ungazobhora, Banomoya
Ungazobhora, Banomoya
Xa be vela (Kuthi huuu)
Uzokholwa
Bayaz'thengela nechampagne
Bazoz'khupela nelobola

Ungabhud' uthi "nas' islay Queen"
Ngendlel' ase stylini ngayo uchomam
Ungad' ucing'ba' uyayincumel' imali
Uzombambha
Kanti kungaphela le party
Uyahamba
Enga win-wanga

Ndililahle, ungumlilo
Sitchisa konke esendleleni yethu
Ndilirhaki, Nawe ulilo
Wonke umuntu uyaybona lento
Ey thina sithi, thina sithi
Sohamba ekseni
Ey thina sithi, thina sithi
sogroover ekseni phindu
sedutse sonke
Sifakele leyongoma
redutse sonke
Sifakele leyongoma

Music Video
About this Song
Album : Banomoya (Single),
Release Year : 2014
Added By: Olivier charly
Published: Feb 10,2020
More Lyrics By PRINCE KAYBEE
Comments ( 0 )
No Comments
Leave a comment
Top Lyrics


You May also Like


Download Mobile App

© 2020, New Africa Media Sarl

Follow Afrika Lyrics