Ndizincamile Lyrics by MSAKI


Imvula inqabile phakathi
Kwam nawe
Incoko inciphile
Andisawazi namehl’ akho
Thatha ipeki ulime
Nantsi intliziyo yam
Noba sekomile
Isendim’ ixhanti lakho, lakho
Ndingowakho

Ngxaki yam andithethi xandixakekile
Moya wam awuxoli xa uxhelekile
Ngxaki zami zonke ndizehlisa ngebhotile
Namhlanj’uyinkosikaziyam UZin’ igodukile

Eish… Cel’ubuye maNgwane
Side sixabane kangaka kant ik’bangwan
Eish ndikhumbuz’uEvelyn bonanje
Umam Evelyn Bonase
Jonga, babona bemanebenyukabesihla
Begadane nam nawe
Bedibene ngam nawe

Thand’idyan endala
Yak’thand’dyan endala blind
Soze nd’vuyis’iintshaba ndihlale nje ndingakulandi
Jonga jonga
Ndicel’ungandinqandi
Ubandingahlala ndingakulandi ndizabe ndikakuthandi

Thand’idyan endala
Yak’thandi Dyan endala blind
Soze nd’ndibukel’amanz’ngen’endlin ndingawanqandi

UFiksi uthand’uXola
Mna ndisathanda wena
Mandizilungise
Hay’bo ndizincamile

UFiksi uthand’uXola
Mna ndisathanda wena
Mandizilungise
Hay’bo ndizincamile

UFiksi uthand’uXola
Mna ndisathanda wena
Mandizilungise
Hay’bo ndizincamile

UFiksi uthand’uXola
Mna ndisathanda wena
Mandizilungise
Hay’bo ndizincamile

Igalel’ imvula, umhlab’athambe
Sikhuphan’ukhula siphinde sibonane
Igalel’ imvula, umhlab’athambe
Sikhuphan’ukhula siphinde sibambane

Kelxfy

About Ndizincamile

Album : Platinumb Heart Beating (Album)
Release Year : 2021
Copyright : (c) 2021
Added By : Huntyr Kelx
Published : Dec 07 , 2021

More lyrics from Platinumb Heart Beating album

More MSAKI Lyrics

Comments ( 0 )

No Comment yet


Kelxfy

About AfrikaLyrics

Afrika Lyrics is the most diverse collection of African song lyrics and translations. Afrika Lyrics provides music lyrics from over 30 African countries and lyrics translations from over 10 African Languages into English and French

Follow Afrika Lyrics

© 2022, We Tell Africa Group Sarl