Buyela Kum by AMANDA BLACK Lyrics

Mmm
Andikwaz'ukulala ndicingana nawe
Uzobuya nini?
I need to hear your voice eb'suku nemini
Baby wam'!
Ndithanda wena wedwa '
'Theni ungafun'uk'thanda mina ndedwa
I need to feel you close to me
Cause I can't breathe without you

Sthandwa sam'
Bambo lwam'
Why ungenza so
'Theni undenza so
Ndifun'ukuhlala ndingowakho
Ooh sthandwa sam
Bambo lami
Why undenza so
Then'undenza so oh
Ndifun'ukuhlala ndingowakho

Buyela kum'
Buyela kum' sthandwa
Ntliziyo yam'
iFuna wena
Ooh noma awundithandi
ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey waam'
Time and time again
Nditshona ndikhubeka
Andimfun' omunye
Ngaphandle kwakho
Kodwa ngyahluleka
Wen'uyabaleka
You dont love me like I love you baby baby
Mna ndifuna wena
Wen'ufunomunye...

Sthandwa sam'
Bambo lwam'
Why ungenza so
'Theni undenza so
Ndifun'ukuhlala ndingowakho
Ooh sthandwa sam
Bambo lami
Why undenza so
Then'undenza so oh
Ndifun'ukuhlala ndingowakho

Buyela kum'
Buyela kum' sthandwa
Ntliziyo yam'
iFuna wena
Ooh noma awundithandi
ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey waam'
Why you makin' me so crazy
Wen' uyangphambanisa
Hlal'ungphazamisa
Dlala ngenhliziyo yam'
Tell me what I gotta do
Phila ngaphandle kwakho and'cingi tu
Why you makin' me so crazy
Wen' uyangphambanisa
Hlal'ungphazamisa
Dlala ngenhliziyo yam'
Tell me what I gotta do
To be with you

Buyela kum'
Buyela kum' sthandwa
Ntliziyo yam'
iFuna wena
Ooh noma awundithandi
ndizokuthanda
Kuze kuyovalwa wena lovey waam'

Music Video
About this Song
Album : Buyela Kum (Album),
Release Year : 2017
Added By: Olivier charly
Published: Feb 12 , 2020
More Lyrics By AMANDA BLACK
Comments ( 0 )
No Comment yet
Leave a comment
Top Lyrics


You May also Like


Download Mobile App

© 2020, New Africa Media Sarl

Follow Afrika Lyrics