
Paroles de Ndonwabile
...
Paroles de Ndonwabile Par KELVIN MOMO
Hey hey
Hey hey
Ebizolo bezikhala
Lamhlanje siyahleka
K'sasa lokho okzayo
K'sasa lokho okzayo
Ndonwabile, ndonwabile, ndonwabile
Lamhlanje ndonwabile
Ebizolo bezikhala
Lamhlanje siyahleka
Ndonwabile
Ndonwabil', ok'salayo
Ndonwabile
Ndonwabil', ok'salayo
Ndonwabile
Ndonwabil', ok'salayo
Ndonwabile
Ndonwabil', ok'salayo
Thandolona lizo ngaka
Mawungathanda, ung'hamba
Mawung'ndinga, ungasala
Kodwa mina ndonwabile
Thandolona lizo ngaka
Mawungathandi, ungahamba
Mawung'ndinga, ungasala
Kodwa mina ndonwabile
Kodwa 'mele ndonwabile, ngonwabile
Ndonwabile
Ndonwabile
Kodwa mina ngonwabile
Ndonwabile ey ey ey
Thandolona lizo ngaka
Mawungathandi, ung'hamba
Mawung'ndinga, ungasal'
Kodwa mina ndonwabile
Thandolona lizo ngaka
Mawungathandi, ung'hamba
Mawung'ndinga, ungasal'
Ok'salayo
Ok'salayo
Ok'salayo
Ok'salayo
Ndonwabile
Ndonwabil', ok'salayo
Ndonwabile
Ndonwabil', ok'salayo
Ndonwabile
Ndonwabil', ok'salayo
Ndonwabile
Ndonwabil', ok'salayo
Ndonwabile
Ndonwabil', ok'salayo
Ecouter
A Propos de "Ndonwabile"
Plus de Lyrics de KELVIN MOMO
Commentaires ( 0 )
Aucun commentaire pour l'instant
Vous aimeriez sûrement
Essayez l'application Mobile
A propos de AfrikaLyrics
Suivre Afrika Lyrics
© 2025, We Tell Africa Group Sarl